Help us reach more people. All the funds will be used to improve the website!

AFRICAN ROYALTY: King Haile Selassie

By Sicebise Msengana












AFRICAN ROYALTY: King Haile Selassie was a member of the Solomonic Dynasty. He served Ethiopia as its regent from 1916 to 1930 and as its emperor from 1930 to 1974. He successful defended his nation after a savage Italian invasion led by the dictator, Benito Mussolini, also known as II Duce. He was a fierce anti apartheid activist and gave support to Nelson Mandela. He also was involved in the creation of Organization of African Unity.

Ubuhlanti esiXhoseni

By Sicebise Msengana






Ubhuhlanti: Kulapho izinyanya zethu okanye ooBawokhulu bethu balele khona. Yiyo kelento amasiko siwenzele esibhuhlanti. Kulapho sikwazi ukuthetha noBawo bethu, sinqule, singxengxe.

Sazi Xhosa

By Sicebise Msengana













"Ecaleni kwemvubu litshoba. Itshoba ke livela kumsila wenkomo kwaye lixhaphake kakhulu kubantu abamhlophe, amagqirha, ukutsho. Likwaphathwa yinkulu yekhaya xa iphethe umkhonto, kodwa akunyanzelekanga. Lixhaphakile ke nakumakhwenkwe
axhentsayo. Alifane liphathwe ngabasetyhini kodwa ke ubani
unako ukuliphatha xa ehlahla indlela." ~ Sazi isiXhosa

Sazi isiXhosa

By Sicebise Msengana












"Molweni Maxhosa Amahle
Kule mini yanamhlanje sicinge nje ukuba makhe sinithathe
sinijulise

Inkcubeko yamaXhosa

By Sicebise Msengana













uTogu, uNgconde, uTshiwo,
uPhalo, uGcaleka, uKhawuta, uHintsa ( Ahhh
Zanzolo!!)...Kulevekile igqithile bendicamagushisa ngamandla. Malivume itogo!!

My Khoisan/ Xhosa Ancestry

By Sicebise Msengana














The San people of southern Africa......

"World's most ancient race traced in DNA study
The San people of southern Africa, who have lived as hunter-
gatherers for thousands of years, are likely to be the oldest
population of humans on Earth, according to the biggest and
most detailed analysis of African DNA. The San, also known as
bushmen, are directly descended from the original population of early human ancestors who gave rise to all other groups of
Africans and, eventually, to the people who left the continent to populate other parts of the world.